Lenwabo Le Binang
Gcina MhlopheKalle Becker
2008
Genres: Young Adult
Lovane, awumbi ngako. Uluhlazo kuthi sonke! esi sisikhalo sabahlali bangasemlamjeni samihla le. Emva kwexesha uLovane ude wawakholelwa la mazwi akhohlakeleyo. ULovane olilolo ongenathemba lanto mihla le, uyakucaphukela ukusa kwemini entsha. Kodwa ke ngethamsanqa udibana nentini kunye nexhego elidala elithi liqalise ngeziganeko ezitshintsha ubomi bakhe. Ulovane Oluculayo libali elivuselelayo laseMalawi elibaliswe kwakhona ngumbhali nombalisi wamabali ohlonitshiweyo emhlabeni jikelele, uGcina Mhlophe, elinemizobo egqamileyo ezotywe ngumzobi owaziwayo uKalle Becker. Ukungazithembi kukaLovane nokukhohlakala kwabahlali basemlanjeni kuza kwenza abafundi abancinci nabadala babe novelwano ngoLovane.
Write a comment/review
Sign UpLogin
User name0 reviews
165 followers
PlaceholderPlaceholder User name0 reviews
165 followers
PlaceholderPlaceholder User name0 reviews
165 followers
PlaceholderPlaceholder User name0 reviews
165 followers
PlaceholderPlaceholder User name0 reviews
165 followers
PlaceholderPlaceholder 1.2.3.4.5.6